Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Bhala Themba kuba uyawphilisa umoyawam✊✊
We need more of this, ungaze uyeke Mbhali😭
Wow! Nam ndithi ungaze uyeke ubhala. Kholwa ngentliziyo, elakho ixesha lizofika.
Oh it never gets old 😭❤️
🙌 you did good. POWER, black excellence.
Yhooooooo. ndiya bulela nkosi uvuselela Amanxeba. ungayeki Mkhuluwa
Watsho kwavokotheka mntakabhutu 👌👏
❤️❤️❤️Isphiwo esingaka
ndizibambe ngeenkophe ngalomzumzu,uyintsikelelo ungayeki ubhala.
😳 ye Esethu! Ndome amathe mbhali, aphele emqaleni. Huntshu sani.
Oh, mani. Ndiyacela ungayeki iposta ivideos. So beautiful this poem
yho ,Andinamazwi,😢
IsiXhosa ulwimi lwenkobe
Wow.😭❤
Wow.............
owh hyini na kodwa qamata tsiiii [Esethu Sotheni] yanga olosiba lunganyamezela luqhube nawe mtana wesizwe esintsundu ndithi huntshu kuwe ntinga ntakandini makudede ubumnyama kukhanye ezindleleni okwelanga elibalele kubekuhle uqhubeke nomsebenzi wakho omhle.
Your poem encouraged me 😭
Aww man thank u so much ❤
I am in tears😭😭❤️You don't have tiktok account?
Tsii galele yihlo
Wow😭😭😢💔💔
Tyatyadula Esethu ungaze uyeke ubhal.. Zama upush'a sisi kuTiktok apho kukho abantu abaninzi ubaPushele apha.. amazwi akho ingase afumane abantu abaninzi
🥺🥺🥺🥺
Intle lento
Bhala Themba kuba uyawphilisa umoyawam✊✊
We need more of this, ungaze uyeke Mbhali😭
Wow! Nam ndithi ungaze uyeke ubhala. Kholwa ngentliziyo, elakho ixesha lizofika.
Oh it never gets old 😭❤️
🙌 you did good.
POWER, black excellence.
Yhooooooo. ndiya bulela nkosi uvuselela Amanxeba. ungayeki Mkhuluwa
Watsho kwavokotheka mntakabhutu 👌👏
❤️❤️❤️Isphiwo esingaka
ndizibambe ngeenkophe ngalomzumzu,uyintsikelelo ungayeki ubhala.
😳 ye Esethu! Ndome amathe mbhali, aphele emqaleni. Huntshu sani.
Oh, mani. Ndiyacela ungayeki iposta ivideos. So beautiful this poem
yho ,Andinamazwi,😢
IsiXhosa ulwimi lwenkobe
Wow.😭❤
Wow.............
owh hyini na kodwa qamata tsiiii [Esethu Sotheni] yanga olosiba lunganyamezela luqhube nawe mtana wesizwe esintsundu ndithi huntshu kuwe ntinga ntakandini makudede ubumnyama kukhanye ezindleleni okwelanga elibalele kubekuhle uqhubeke nomsebenzi wakho omhle.
Your poem encouraged me 😭
Aww man thank u so much ❤
I am in tears😭😭❤️
You don't have tiktok account?